uLuka 1:32 - Contemporary Xhosa Bible 202432 Yena uya kuba mkhulu, abizwe ngokuba nguNyana wOsenyangweni; iNkosi uThixo iya kumnika itrone kaDavide, uyise. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE32 Yena uya kuba mkhulu, abizwe ngokuba nguNyana wOsenyangweni; iNkosi uThixo iya kumnika itrone kaDavide, uyise, Viz kapitolaIBHAYIBHILE32 Yena uya kuba mkhulu, abizwe ngokuba nguNyana kaPhezukonke. INkosi uThixo iya kummisela abe ngukumkani kwaDavide uyise, Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)32 Lowo woba mkulu, waeya kubizwa ngokuba ngunyana wopezu kwonke: kanjalo inkosi engutixo iya kumpa iterone ka‐Davide uyise; Viz kapitola |