uLuka 1:30 - Contemporary Xhosa Bible 202430 Sathi ke isithunywa kuye, Musa ukoyika, Mariya, kuba uThixo ukwenzela isisa. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE30 Sathi ke isithunywa kuye, Musa ukoyika, Mariya; kuba ubabalwe nguThixo. Viz kapitolaIBHAYIBHILE30 Isithunywa ke sathi kuye: “Musa ukoyika, Mariya, kuba uThixo ukwenzela isisa. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)30 Yaza yati ingelosi kuyo: Ungoyiki, Mariya! ngokuba ufumene ufefe kutixo. Viz kapitola |