uLuka 1:29 - Contemporary Xhosa Bible 202429 Uthe ke akusibona, wee qhiphu umbilini ngenxa yelizwi laso; wayecamanga ukuba ungaba mbuliso mni na lo. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE29 Uthe ke akusibona, wee qhiphu umbilini ngenxa yelizwi laso; wayecamanga ukuba ungaba mbuliso mni na lo. Viz kapitolaIBHAYIBHILE29 UMariya woyika akuweva la mazwi, waza wafuna engqondweni ukuba ngaba ngumbuliso mni na lo. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)29 Yati kekaloku yakuyibona, yaxaliswa kakulu pezu kwesiteto sayo, yacamanga ukuba ungaba ngoti nina umbuliso lo. Viz kapitola |