Online Bible

- Reklamy -




uLuka 1:28 - Contemporary Xhosa Bible 2024

28 Sangena isithunywa kuye, sathi, Vuya, wena ubabalweyo! iNkosi inawe; usikelelwe wena phakathi kwabafazi.

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

28 Sangena isithunywa kuye, sathi, Vuya, wena ubabalweyo! INkosi inawe; usikelelwe wena phakathi kwabafazi.

Viz kapitola kopírovat

IBHAYIBHILE

28 Safika ke isithunywa kuye, sathi: “Bhota, wena ubabalweyo! INkosi inawe.”

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

28 Yaza yangena ingelosi kuyo, yati: A, wena ukolelweyo! inkosi maibe nawe; utamsanqelekile wena pakati kwabafazi.

Viz kapitola kopírovat




uLuka 1:28

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy