Online Bible

- Reklamy -




uLuka 1:27 - Contemporary Xhosa Bible 2024

27 kwintombi, eganelwe indoda egama linguYosefu, yendlu kaDavide; laye igama lentombi leyo lalinguMariya.

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

27 ogama liyiNazarete, kwintombi, eganelwe indoda egama linguYosefu, yendlu kaDavide; laye igama lentombi leyo linguMariya.

Viz kapitola kopírovat

IBHAYIBHILE

27 kwintombi eyayisendela kumfana wendlu kaDavide, ogama linguJosefu. Igama lentombi leyo lalinguMariya.

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

27 kwintombi exanyelweyo indoda egama lingu‐Josefe, ingowendlu ka‐Davide; laye igama lentombi lingu‐Mariya.

Viz kapitola kopírovat




uLuka 1:27

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy