uLuka 1:24 - Contemporary Xhosa Bible 202424 Emveni ke kwezo ntsuku, uElizabhete umfazi wakhe wamitha, wazifihla iinyanga zantlanu, esithi, Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE24 Emveni kwayo loo mihla ke, uElizabhete umfazi wakhe wathabatha, wazizimeza iinyanga zantlanu, esithi, Viz kapitolaIBHAYIBHILE24 Emva koko uElizabhete umfazi wakhe wamitha, wazifihla iinyanga zade zantlanu, Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)24 Kekaloku emveni kwezontsuku wakaula u‐Elizabete umfazi wake, wazifihla kanye inyanga zantlanu, esiti: Viz kapitola |