uLuka 1:22 - Contemporary Xhosa Bible 202422 Uthe ke akuphuma, akaba nako ukuthetha kubo; baqonda ukuba ubone umbono endaweni engcwele apho, waye yena emana ukunqwala kubo, wahlala engathethi. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE22 Uthe ke akuphuma, akaba nako ukuthetha kubo; baqonda ukuba ubone umbono endaweni engcwele apho, waye yena emana ukunqwala kubo, wahlala engathethi. Viz kapitolaIBHAYIBHILE22 Uthe ke akuphuma engasenako ukuthetha, baqonda ukuba ubone umbono apho endaweni engcwele. Wathi, ekhohliwe kukuthetha, wamana enqwala. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)22 Wati ke akupuma, wakohlwa ukuteta kubo; baza banakana ukuba ubonile isibonakalo endaweni eyingcwele; wabe ke yena eman’ ukukoba kubo, wahlala esidenge. Viz kapitola |