uLuka 1:20 - Contemporary Xhosa Bible 202420 Uyabona, uya kuba sisidenge, ungabi nako ukuthetha, kude kube yimini eziya kuthi zenzeke ngayo ezi zinto, ngenxa enokuba ungakholwanga ngamazwi am; aya kuzalisekiswa wona ngexesha lawo. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE20 Uyabona, ùya kuba sisidenge, ungabi nako ukuthetha, kude kube yimini eziya kuthi zenzeke ngayo ezi zinto, ngenxa enokuba ungakholwanga ngamazwi am; aya kuzalisekiswa wona ngexesha lawo. Viz kapitolaIBHAYIBHILE20 Ngenxa yokuba ungakholwa ngamazwi am, uyabona, uya kuvaleka, ungabi nako ukuthetha, kude kube yiloo mini zenzeka ngayo ezi zinto. Kanti ke la mazwi aya kuzalisekiswa ngexesha lawo.” Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)20 Kekaloku bona ke, woba usiti cwaka, ukohlwa nokuteta, kude kube yimini eziya kuba zenzekile ezizinto; ngenxa yokokuba ubungakolwanga ngamazwi am, aya kuzalisekiswa wona ngexesha lawo. Viz kapitola |