Online Bible

- Reklamy -




uLuka 1:18 - Contemporary Xhosa Bible 2024

18 Wathi uZekariya kuso isithunywa, Ndiya kukwazi ngani na oko? ngokuba mna ndimdala, waye nomfazi wam selekhulile.

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

18 Wathi uZekariya kuso isithunywa, Ndiya kukwazi ngani na oko? Kuba mna ndimdala, waye nomfazi wam selekhulile.

Viz kapitola kopírovat

IBHAYIBHILE

18 UZakariya wathi kwisithunywa eso: “Ndiya kuyiqonda ngani le nto? Kaloku mna sendimdala, nomfazi wam selaluphele.”

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

18 Waza wati u‐Zekariya kuyo ingelosi: Ndiya kukwazi oku ngandawo nina? ngokuba ndilixego mna, nomfazi wam ekolisile ukuba nobudala.

Viz kapitola kopírovat




uLuka 1:18

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy