Online Bible

- Reklamy -




uLuka 1:13 - Contemporary Xhosa Bible 2024

13 Sathi kuye isithunywa eso, Musa ukoyika, Zakariya, kuba umthandazo wakho uviwe; wothi ke umfazi wakho uElizabhete akuzalele unyana, umthiye igama elinguYohane.

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

13 Sathi ke isithunywa eso kuye, Musa ukoyika, Zekariya, ngokokuba isikhungo sakho siviwe; wóthi ke umfazi wakho uElizabhete akuzalele unyana, umthiye igama elinguYohane.

Viz kapitola kopírovat

IBHAYIBHILE

13 Isithunywa eso sathi kuye: “Musa ukoyika, Zakariya. UThixo uwuvile umthandazo wakho. Umfazi wakho uElizabhete uya kuzala unyana. Uze umthiye igama elinguYohane.

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

13 Koko ingelosi yati kuye: Ungoyiki, Zekariya! ngokuba isikungo sako siviwe; woti ke umfazi wako u‐Elizabete akuzalele unyana, wauya kubiza igama lake ngo‐Johane.

Viz kapitola kopírovat




uLuka 1:13

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy