KuTito 1:2 - Contemporary Xhosa Bible 20242 ngethemba lobomi obungunaphakade, awathi uThixo, ongenakuxoka, wabubeka idinga kwaphambi kwamaxesha aphakade; Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE2 ngethemba lobomi obungunaphakade, awathi uThixo, ongenakuxoka, wabubeka idinga ngaphambi kwamaxesha angunaphakade, Viz kapitolaIBHAYIBHILE2 kunye nethemba lobomi obungenasiphelo. Ewe, uThixo ongasoze axoke wasithembisa ngobomi obungenasiphelo kwakwizizukulwana zamandulo. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)2 etembeni lobomi obungunapakade, owayete utixo ongenakuxoka wabubekela ngedinga engekabiko onke amaxesha akudala, Viz kapitola |