KumaHebhere 1:8 - Contemporary Xhosa Bible 20248 Kuye yena uNyana uthi, Itrone yakho, Thixo, ingunaphakade kanaphakade; yintonga yobulungisa intonga yobukumkani bakho. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE8 kodwa ngaye yena uNyana uthi, Itrone yakho, Thixo, isa ephakadeni lasephakadeni; Yintonga ethe tye intonga yobukumkani bakho. Viz kapitolaIBHAYIBHILE8 Kodwa uthi mayela noNyana: “Kambe, ulawulo lwakho, Thixo, àluphele ndawo! Kwaye futhi wena ulawula ngobulungisa. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)8 Kodwa ngaye unyana kutshiwo ukuti: Iterone yako, Tixo! yohlala kude kube ngunapakade kanapakade; intonga yobukumkani bako yintonga yokulunga; Viz kapitola |