KumaHebhere 1:5 - Contemporary Xhosa Bible 20245 Kuba sisiphi na isithunywa, awakha wathi kuso, UnguNyana wam wena, Mna ndikuzele namhla? Nokuthi, Mna ndiya kuba nguYise kuye, Yena abe nguNyana wam? Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE5 Kuba sisiphi na isithunywa, awakha wathi kuso, ÙnguNyana wam wena, Mna ndikuzele namhla? (INdum. 2:7) Nokuthi, Mna ndiya kuba nguYise wakhe, Yena abe nguNyana wam? (USam. II 7:14) Viz kapitolaIBHAYIBHILE5 UThixo akukho sithunywa wakha wathi kuso: “UnguNyana wam wena, ndikuzele namhlanje;” engazange atsho nokuthi: “Ndiya kuba nguYise, yena abe nguNyana wam.” Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)5 Ngokuba kwiyipina yazo ingelosi ebeka watsho ukuti: Ungunyana wam wena, ndikuzele namhla nje? nakanjako: Mna ndiya kuba nguyise kuye, naye woba ngunyana kum? Viz kapitola |