KumaHebhere 1:2 - Contemporary Xhosa Bible 20242 Ngale mihla yokugqibela uthe wathetha nathi ngoNyana wakhe, awammisayo ukuba abe yindlalifa yeento zonke, awathi kwangaye wawenza amahlabathi; Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE2 awammisayo wayindlalifa yeento zonke, awathi kwangaye wayenza indalo yonke; Viz kapitolaIBHAYIBHILE2 Kodwa ke kula maxesha okugqibela uthethe nathi ngoNyana wakhe. UThixo wammisela ukuba abe yindlalifa yezinto zonke, kwaye futhi ihlabathi liphela walidala ngaye. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)2 ute kulemihla yokugqibela wateta kuti ngonyana, ammisileyo ukuba yindlalifa yezinto zonke, okungaye kanjalo wawenza amazwe akoyo: Viz kapitola |