KumaHebhere 1:13 - Contemporary Xhosa Bible 202413 Sisiphi na ke isithunywa, awakha wathi kuso, Hlala ngasekunene kwam, Ndide iintshaba zakho ndizenze isihlalo seenyawo zakho? Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE13 Sisiphi na ke isithunywa, awakha wathi kuso, Hlala ngasekunene kwam, Ndide iintshaba zakho ndizenze isihlalo seenyawo zakho? (INdum. 110:1) Viz kapitolaIBHAYIBHILE13 UThixo zange atsho nakusinye isithunywa ukuthi: “Hlala ngakum kweli wonga lo gama ndikoyisela iintshaba zakho.” Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)13 Kodwa kwiyipina yazo ingelosi uke watsho ukuti: Hlala ngasekunene kum, ndide ndenze intshaba zako zibe sisitulo senyawo zako? Viz kapitola |