iZenzo 1:8 - Contemporary Xhosa Bible 20248 Niya kwamkela ke amandla, akubon’ ukuba uMoya oyiNgcwele uhlile phezu kwenu; nibe ngamangqina am eYerusalem, kwanakulo lonke elakwaYuda, nelaseSamariya, kude kuse nasekupheleni komhlaba. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE8 Niya kwamkela ke amandla, akubon' ukuba uMoya oyiNgcwele uhlile phezu kwenu; nibe ngamangqina am eYerusalem, kwanakulo lonke elakwaYuda nelaseSamariya, kude kuse nasekupheleni komhlaba. Viz kapitolaIBHAYIBHILE8 Nina niya kunikwa amandla, akufika kuni uMoya oyiNgcwele, nindingqinele ebantwini baseJerusalem, nabakulo lonke elakwaJuda, nabaseSamariya, kude kuse naseziphelweni zomhlaba.” Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)8 koko niya kwamkela amandla, akuba umoya oyingcwele ehlile pezu kwenu; naniya kuba ngamanqi̔na am kwa nakuyo i‐Yerusaleme, nakuyo yonke i‐Judeya ne‐Samariya, nakude kube sekupeleni kwomhlaba. Viz kapitola |