iZenzo 1:7 - Contemporary Xhosa Bible 20247 Uthe ke kubo, Asikokwenu ukwazi amaxesha nokuba ngamathuba, awamise ngelakhe igunya uBawo. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE7 Uthe ke kubo, Asikokwenu ukwazi amaxesha nokuba ngamathuba, awamise ngelakhe igunya uBawo. Viz kapitolaIBHAYIBHILE7 UYesu uphendule wathi: “Asiyondawo yenu ukuwazi amathuba namaxesha uBawo agqiba yedwa ngawo. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)7 Waza wati kubo: Asi kokwenu ukwazi amaxesha namatuba ubawo awabekileyo ngelake igunya; Viz kapitola |