Online Bible

- Reklamy -




iZenzo 1:5 - Contemporary Xhosa Bible 2024

5 Kuba uYohane okunene wabhaptiza ngamanzi; kodwa niya kubhaptizwa ngoMoya oyiNgcwele, kungekabi kade emva kwezi ntsuku.

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

5 ngokuba uYohane okunene wabhaptiza ngamanzi; kodwa nina niya kubhaptizwa ngoMoya oyiNgcwele, kungekabi kade emva kwezi ntsuku.

Viz kapitola kopírovat

IBHAYIBHILE

5 Kaloku uYohane yena wayebabhaptiza ngamanzi abantu; ke nina, kungekudala, uThixo uza kunibhaptiza ngoMoya oyiNgcwele.”

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

5 ngokuba u‐Johane okunene wabapitizesha ngamanzi; kodwa nina nobapitizeshwa ngomoya oyingcwele, intsuku ezingeninzi emveni kwezi.

Viz kapitola kopírovat




iZenzo 1:5

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy