Online Bible

- Reklamy -




iZenzo 1:26 - Contemporary Xhosa Bible 2024

26 Bawisa amaqashiso abo; laphuma iqashiso noMatiya; wabalelwa kwabapostile abalishumi elinamnye.

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

26 Bawisa amaqashiso abo; lathi iqashiso laphuma noMatiya; wabalelwa ndawonye nabapostile• abalishumi elinamnye.

Viz kapitola kopírovat

IBHAYIBHILE

26 Abhalwa ke la magama omabini, kwenziwa *amaqashiso, kwaphumelela elikaMatiya; waza wabalelwa ekubeni ngumthunywa kunye nabanye abalishumi elinanye.

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

26 Baza banika amaqashiso abo, lati iqashiso lawa pezu kwake u‐Matiya; waza wabalelelwa nabapostile abalishumi linamnye.

Viz kapitola kopírovat




iZenzo 1:26

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy