iZenzo 1:21 - Contemporary Xhosa Bible 202421 Kungoko athe, kula madoda abehamba nathi ngalo lonke ixesha, yakuba iNkosi uYesu ibingena iphuma phakathi kwethu, Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE21 Ngoko, kuwo amadoda abehamba nathi, ngalo lonke ixesha ebingena iphuma phakathi kwethu iNkosi uYesu, Viz kapitolaIBHAYIBHILE21-22 “Ngoko ke, makubekho enye indoda ethatha indawo yakhe. Kufuneka ibe ngumntu obesoloko ekunye nathi ngalo lonke elaa xesha iNkosi yayijikeleza phakathi kwethu; umntu owayekho ukususela kanye ngelaa xesha uYohane wayebhaptiza, kude kuze kuthi gaa ngomhla wonyuko. Nguloo mntu ke onokungqina kunye nathi ngokuvuka kweNkosi yethu.” Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)21 Kufanelekile ngoko, ukuba iti enye yalamadoda apelekene nati lonke ixesha inkosi u‐Yesu yangena yapuma ngalo pakati kwetu, Viz kapitola |