Online Bible

- Reklamy -




iZenzo 1:18 - Contemporary Xhosa Bible 2024

18 Lowo ke ngoko wazuza umhlaba ngomvuzo wokungalungisi; wawa ngobuso, wagqabhuka phakathi, zaphalala zonke izibilini zakhe.

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

18 Lowo ke ngoko wazuza umhlaba ngomvuzo wokungalungisi; wathi ekhahleleke phantsi ngobuso, wagqabhuka phakathi, zaphalala zonke izibilini zakhe.

Viz kapitola kopírovat

IBHAYIBHILE

18 Kaloku le ndoda yathenga umhlaba ngaloo mali yayifumana ngenkohlakalo. Yawa ngesisu, sagqabhuka, zaphalala izibilini kuloo ndawo.

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

18 (Lo ke kekaloku watenga intsimi ngomvuzo wenkohlakalo yake; waza ewile ngentloko wacandeka pakati, ati onke amatumbu ake apalaka:

Viz kapitola kopírovat




iZenzo 1:18

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy