iZenzo 1:10 - Contemporary Xhosa Bible 202410 Bakuba beqwalasele ezulwini, njengoko wayenyuka, kwabonakala kumi ngakubo amadoda amabini, eneengubo ezimhlophe; Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE10 Bakuba beqwalasele ezulwini, akubon' ukuba uyemka, kwabonakala kumi ngakubo amadoda amabini eneengubo ezimhlophe, Viz kapitolaIBHAYIBHILE10 Besakhangele ukumka kwakhe, bondele esibhakabhakeni apho, nango amadoda amabini, ambethe ezimhlophe, emi ngakubo, Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)10 Naxeshekweni bebejongela ngasezulwini ekumkeni kwake, bona ke, amadoda amabini ebemi kufupi nabo enezivato ezimhlope; Viz kapitola |