Imizekeliso 1:9 - Contemporary Xhosa Bible 20249 Kuba iya kuba sisivatho sokuhomba entlokweni yakho, nemixokelelwane yentamo yakho. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE9 Kuba ezo zinto zisisangqawe esihle entlokweni yakho, Nezambalo emqaleni wakho. Viz kapitolaIBHAYIBHILE9 Zona ziya kuyiphuhlisa ihambo yakho, oku kwentsimbi ehombisa intloko, nditsho oku kwamaso anika intamo umfaneleko. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)9 Ngokuba ziya kuba sisitsaba esihle zona kuyo intloko yako, nemixokelelwane entanyeni yako. Viz kapitola |