Online Bible

- Reklamy -




Imizekeliso 1:32 - Contemporary Xhosa Bible 2024

32 Ngokuba intiyo yezinyabi iya kuzibulala, Nokulunga kwezinyabi kuya kuzitshabalalisa.

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

32 Kuba ukuphamba kweziyatha kuyazibulala, Nobunqobo bezinyabi buyazitshabalalisa.

Viz kapitola kopírovat

IBHAYIBHILE

32 Kaloku iziyatha zifa kuba zibumangala ubulumko; zona izityhakala zizibhubhisa ngokungakhathaleli nto.

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

32 Ngokuba ukupambuka kwezidenge kuya kuzibulala, nokungakatali kwamageza kuya kuwabubisa.

Viz kapitola kopírovat




Imizekeliso 1:32

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy