Imizekeliso 1:24 - Contemporary Xhosa Bible 202424 Ngenxa enokuba ndanibiza, anavuma; Ndasolula isandla sam, akwabona mntu; Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE24 Ngokokuba ndinibizile, anavuma, Ndolulé isandla sam, akwabakho ukhathalayo; Viz kapitolaIBHAYIBHILE24 Kaloku ndibe ngabiza, anisabeli; ndibe nganolulela isandla sam, akukho bani usamkelayo! Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)24 Ngokokuba ndibizile, nala nina; ndolulile isandla sam, kungabangako owapulapulayo; Viz kapitola |