Online Bible

- Reklamy -




Imizekeliso 1:23 - Contemporary Xhosa Bible 2024

23 Buyelani ekukhalimeni kwam; niyabona, ndowugalela kuni uMoya wam, ndinazise amazwi am.

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

23 Nithe nabuyela ekohlwayeni kwam, Niyabona, ndowumpompozisela kuni umoya wam, Ndonazisa amazwi am.

Viz kapitola kopírovat

IBHAYIBHILE

23 Kambe ke xa beninokukugqala ukukhalima kwam, bendinganiphokozela umoya wobulumko, ndabelane nani ngolwazi lwam.

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

23 Ziguquleni ngokwohlwaya kwam; bona ke, ndiya kunigalelela umoya wam; ndiya kunazisa amazwi am.

Viz kapitola kopírovat




Imizekeliso 1:23

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy