Online Bible

- Reklamy -




Imizekeliso 1:22 - Contemporary Xhosa Bible 2024

22 Ziyatha, kunini na ningàzi? Ngaba abagxeki bakunanzile ukugxeka; Izinyabi zithiya ukwazi?

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

22 Kunini na, ziyathandini, nithanda ubuyatha, Abagxeki befuna ukugxeka, Izinyabi zithiya ukwazi?

Viz kapitola kopírovat

IBHAYIBHILE

22 “Ziyathandini, koda kube nini nithe nca ebudengeni? Yaz'ba koda kube nini na abagculeli bekuvuyela ukuphoxisa? Koda kube nini izityhakala ziluthiyile ulwazi?

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

22 Kwoba kade kangakananina, zidenge! niya kutanda ubudenge, nabagxeki bazinqwenele ukugxeka, namageza atiye ukwazi?

Viz kapitola kopírovat




Imizekeliso 1:22

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy