Imizekeliso 1:15 - Contemporary Xhosa Bible 202415 Nyana wam, musa ukuhamba nabo endleleni; Lugcine unyawo lwakho endleleni yabo. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE15 Nyana wam, musa ukuhamba ngendlela nabo; Lunqande unyawo lwakho emendweni wabo. Viz kapitolaIBHAYIBHILE15 Nyana wam, zikhwebule kwiindlela zabo, ulubuyise nonyawo lwakho kuzo. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)15 nyana wam! zungahambi nabo endleleni; nqanda unyawo lwako emizileni yabo: Viz kapitola |