Online Bible

- Reklamy -




Imizekeliso 1:11 - Contemporary Xhosa Bible 2024

11 Ukuba bathe, Hamba nathi, masilinde igazi, sifune abamsulwa emfihlekweni, simsulwa.

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

11 Ukuba bathe, Hamba nathi, Masilalele igazi, Masibalalele abamsulwa bengenatyala;

Viz kapitola kopírovat

IBHAYIBHILE

11 Mhlawumbi bangathi: “Yiza silalele umntu ongenatyala, ukuze simhlasele simbulale engacingele nto.”

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

11 Ukuba bati: Hamba nati, masilalele igazi, masizifihlele ofumana engenatyala;

Viz kapitola kopírovat




Imizekeliso 1:11

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy