Imizekeliso 1:10 - Contemporary Xhosa Bible 202410 Nyana wam, xa aboni bekulinga, awukholwa; Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE10 Nyana wam, ukuba aboni bathe bakuhenda, Uze ungavumi ke. Viz kapitolaIBHAYIBHILE10 Nyana wam, sukuvuma xa uwexulwa ngoongantweni. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)10 Nyana wam! ukuba aboni bayakuhenda, zungavumi ke. Viz kapitola |