iLevitikus 1:2 - Contemporary Xhosa Bible 20242 Thetha koonyana bakaSirayeli, uthi kubo, Xa umntu kuni asondeza kuYehova umbingelelo, wowusondeza umsondezo wakhe ngeenkomo, neenkomo, neegusha. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE2 Thetha koonyana bakaSirayeli, uthi kubo, Xa umntu kuni asondeza kuYehova umsondezo wasezintweni ezizitho ziné, nowusondeza loo msondezo wenu niwuthabatha ezinkomeni nasempahleni emfutshane. Viz kapitolaIBHAYIBHILE2 makathethe namaSirayeli athi: “Xa umntu esenza umnikelo kuNdikhoyo makawenze ngento efuyiweyo, nokuba yinkomo, nokuba yimpahla emfutshane. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)2 Teta nosapo luka‐Sirayeli, uti kulo: Nxa umntu wakuni aya kunikela umnikelo kuyehova, niya kunikela umnikelo wenu uvela ezinkomeni, kwezinkulu nakwezincinane. Viz kapitola |