iGenesis 1:8 - Contemporary Xhosa Bible 20248 Wawabiza uThixo amazulu, kwahlwa, kwasa ke ngowesibini umhla. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE8 Wathi uThixo isibhakabhaka ngamazulu. Kwahlwa, kwasa: yangumhla wesibini. Viz kapitolaIBHAYIBHILE8 Wathi uThixo amajukujuku lawo sisibhakabhaka. Kwahlwa, kwabuya kwasa; yaba ngumhla wesibini ke lowo. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)8 Wati utixo ukutiya isibakabaka, lizulu. Kwaza ukuhlwa nokusa kwaba ngumhla wesibini. Viz kapitola |