iGenesis 1:6 - Contemporary Xhosa Bible 20246 Wathi uThixo, Makubekho ithuba phakathi kwamanzi, ube ngukwahlula amanzi esibhakabhakeni. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE6 Wathi uThixo, Makubekho isibhakabhaka phakathi kwawo amanzi, sibe ngumahlulo wokwahlula amanzi kumanzi. Viz kapitolaIBHAYIBHILE6 Wabuya uThixo wathi makubekho amajukujuku, awahlule kubini amanzi. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)6 Wayesiti utixo: Makubeko isibakabaka pakati kwamanzi, size sibe sisahlulo pakati kwamanzi namanzi. Viz kapitola |