iGenesis 1:5 - Contemporary Xhosa Bible 20245 Wathi uThixo ukukhanya yiMini, wathi ubumnyama bubusuku. Kwabakho ke ubusuku, kwasa. Yayilusuku lokuqala. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE5 Wathi uThixo ukukhanya yimini, wathi ubumnyama bubusuku. Kwahlwa, kwasa: yangumhla wokuqala. Viz kapitolaIBHAYIBHILE5 Wathi ukukhanya yimini; wathi ubumnyama bona bubusuku. Kwahlwa, kwasa; yangumhla wokuqala ke lowo. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)5 Wati utixo ukutiya ukukanya, yimini; wati nokutiya ubumnyama, bubusuku. Kwaza ukuhlwa nokusa kwaba ngumhla wokuqala. Viz kapitola |