iGenesis 1:27 - Contemporary Xhosa Bible 202427 Wamdala ke uThixo umntu ngokomfanekiselo wakhe; wadala indoda nenkazana. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE27 Wamdala ke uThixo umntu ngokomfanekiselo wakhe; wamdala ngokomfanekiselo kaThixo; wadala indoda nenkazana. Viz kapitolaIBHAYIBHILE27 Wamdala ke uThixo umntu. Wamenza wangumfuziselo wakhe. Wadala umntu oyindoda kwakunye nomntu obhinqileyo. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)27 Waza utixo wadala umntu ngowake umfanekiso; wamdala ngomfanekiso katixo: wabadala indoda nomfazi. Viz kapitola |