Online Bible

- Reklamy -




iGenesis 1:26 - Contemporary Xhosa Bible 2024

26 Wathi uThixo, Masenze abantu ngokomfanekiselo wethu ngokufana nathi, babe nobukhosi ezintlanzini zolwandle, nasezintakeni zezulu, nasezintweni ezizitho zine, nasezinambuzaneni zonke ezinambuzelayo ehlabathini.

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

26 Wathi uThixo, Masenze umntu ngokomfanekiselo wethu ngokufana nathi. Mababe nobukhosi ezintlanzini zolwandle, nasezintakeni zezulu, nasezintweni ezizitho ziné, nasemhlabeni wonke, nasezinambuzaneni zonke ezinambuzela emhlabeni.

Viz kapitola kopírovat

IBHAYIBHILE

26 Waza ke uThixo wathi: “Masenze umntu abe ngumfuziselo wethu, afane nathi. Makabe negunya, alawule iintlanzi elwandle, iintaka ezibhabha esibhakabhakeni, iinkomo, nazo zonke izilo nezinambuzane elizweni.”

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

26 Wayesiti utixo: Masenze umntu ngomfanekiso wetu, njengemfuzo yetu; mababe nobukosi pezu kwentlanzi zolwandle, napezu kwentaka zezulu, napezu kwenkomo, napezu kwawo wonke umhlaba, napezu kwazo zonke izinambuzane ezinambuzelayo pezu kwomhlaba.

Viz kapitola kopírovat




iGenesis 1:26

Následuj nás:

Reklamy


Reklamy