iGenesis 1:2 - Contemporary Xhosa Bible 20242 Umhlaba wawusenyanyeni, ungento; Kwabakho ubumnyama phezu konogumbe womhlaba kwaye uMoya kaThixo wawuhamba phezu kwamanzi. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE2 Ke ehlabathini kwakusenyanyeni, kuselubala; kwakumnyama phezu kwamanzi enzonzobila. UMoya kaThixo wafukama phezu kwamanzi lawo. Viz kapitolaIBHAYIBHILE2 Kwakuselubala nje emhlabeni, kungekho nto ikhoyo. Inzonzobila yamanzi eyayigubungele konke yayithiwe gqume sisithokothoko sobumnyama. UMoya kaThixo wafukama phezu kwaloo manzi. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)2 KEKALOKU umhlaba wabugxwayiba, wauzé kanjalo: kwabako nobumnyama ebusweni benzulu. Waye u‐Moya katixo wazamazama pezu kwobuso bamanzi. Viz kapitola |