iGenesis 1:14 - Contemporary Xhosa Bible 202414 Wathi uThixo, Makubekho izikhanyiso esibhakabhakeni, ukuba zahlule imini kubusuku; kwaye makubekho imiqondiso namaxesha nemihla neminyaka. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE14 Wathi uThixo, Makubekho izikhanyiso esibhakabhakeni samazulu, zibe ngumahlulo wokwahlula imini kubusuku; zibe zezemiqondiso, zibe zezamaxesha amisiweyo, zibe zezemihla neminyaka; Viz kapitolaIBHAYIBHILE14 Kwakhona uThixo wathi: “Makuvele izikhanyiso esibhakabhakeni, zahlukanise imini nobusuku, zibe yimiqondiso yamathuba, imihla, neminyaka.” Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)14 Wayesiti utixo: Makubeko izikanyiso esibakabakeni sezulu, zize zisenze isahlulo pakati kwemini nobusuku; mazibe zizo ezemiqondiso, nezamaxesha amiselweyo, nezemihla, nezeminyaka: Viz kapitola |