EkaYuda 1:5 - Contemporary Xhosa Bible 20245 Ndithanda ukunikhumbuza, nangona nikwazi oku kakade, ukuba iNkosi, yakuba ibasindisile abantu emhlabeni waseYiputa, yathi ngokwesibini yabatshabalalisa abo bangakholwanga. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE5 Ndinga ke ndinganikhumbuza, nangona nikwazi oku kakade, ukuba iNkosi, yakuba ibasindisile abantu emhlabeni waseYiputa, yathi ngokwesibini yabatshabalalisa abo bangakholwanga. Viz kapitolaIBHAYIBHILE5 Nakuba niyazi nje le ndawo, ndifuna ukukhe ndinikhumbuze ngayo. Kaloku iNkosi yawahlangula amaSirayeli eJiputa, kodwa kamva yabatshabalalisa abo bathi baveza intswela-mbeko nokuqhankqalaza. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)5 Kodwa ndifuna ukunga ndinganikumbuza, nangona nise nikwazi oku, ukuba inkosi, seibasindisile nje abantu elizweni le‐Jipete, yati kamva yabubisa abangakoliweyo. Viz kapitola |