Online Bible

- Reklamy -

EkaYuda 1:4 - Contemporary Xhosa Bible 2024

4 Kuba kuthwethwe bantu bathile; abo babebalulelwe ngenxa engaphambili kolo lugwebo, abangahloneli Thixo, belujikela eburheletyweni ubabalo lukaThixo wethu, bemkhanyela okuphela koMnini-nto-zonke, uThixo wethu, iNkosi yethu uYesu Kristu.

Viz kapitola kopírovat

IZIBHALO EZINGCWELE

IBHAYIBHILE

4 Kaloku abantu abathile banyebeleze bangena ebandleni. Aba bantu bâphawulelwa intshabalalo kwantlandlolo *ziziBhalo. Bona baziintshaba zonqulo. Andithi kaloku bayasigqwetha isisa soThixo wethu, khon' ukuze bafumane ithuba lokurheletya! Ngokunjalo ke bayamchasa uMhlekazi, uYesu Krestu iNkosi yethu.

Viz kapitola kopírovat

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

4 Ngokuba bengenile ngokunyebeleza abantu abatile, ababe kudala bebalulelwe okukugwetywa, abangabedeshiyo, ufefe lwotixo wetu beluguqule lube bubutshinitshini, nokupela kwenkosi utixo nenkosi yetu u‐Yesu Kristu bemkanyela.

Viz kapitola kopírovat

EkaYuda 1:4

Následuj nás:

Reklamy

Reklamy