Amaculo 1:2 - Contemporary Xhosa Bible 20242 Yena unonelela umyalelo kaYehova; kwaye ucamanga ngomyalelo wakhe imini nobusuku. Viz kapitolaIZIBHALO EZINGCWELE2 Yena unonelela umyalelo kaYehova; Ucamanga ngomyalelo wakhe imini nobusuku: Viz kapitolaIBHAYIBHILE2 Lowo wonwatyiswa yimiyalelo *kaNdikhoyo, ayetyise emini nasebusuku. Viz kapitolaIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)2 koko ukunyamekela kwake kusemtetweni kayehova, ecinga nokucinga umteto wake emini nasebusuku! Viz kapitola |