Aanlyn Bybel

- Advertensies -




Izililo 5:9 - IBHAYIBHILE

9 Ukutya sikuzuza ngokubeka ubomi bethu esichengeni ngenxa yekrele elisentlango.

Sien die hoofstuk Kopieer

IZIBHALO EZINGCWELE

9 Isonka sethu sisizuza ngomphefumlo wethu ùsisichenge. Ngenxa yekrele lasentlango.

Sien die hoofstuk Kopieer

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

9 Isonka setu siyasizuza ngobomi betu, ngenxa yeṙele lasentlango.

Sien die hoofstuk Kopieer

Contemporary Xhosa Bible 2024

9 Isonka sethu sisithabatha ngokubeka umphefumlo wethu esichengeni, ngenxa yekrele entlango.

Sien die hoofstuk Kopieer




Izililo 5:9

Volg ons:

Advertensies


Advertensies