Izililo 5:18 - IBHAYIBHILE18 Kaloku intaba yeZiyon yinkangala; seyisisikhundla seempungutye. Sien die hoofstukIZIBHALO EZINGCWELE18 Ngenxa yentaba yaseZiyon, kuba ibharhile, Kuhamba iimpungutye phezu kwayo. Sien die hoofstukIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)18 Ngenxa yentaba ye‐Ziyone, ecitakeleyo; impungutye zihamba pezu kwayo. Sien die hoofstukContemporary Xhosa Bible 202418 Ngenxa yentaba yaseZiyon, kuba ibharhile, Kuhamba iimpungutye phezu kwayo. Sien die hoofstuk |