Izililo 4:10 - IBHAYIBHILE10 Abafazi ababesakuba nemfesane babapheke ngezabo izandla abantwana babo, baba kukudla kwabo ngexesha lokutshatyalaliswa kwabantu bakowethu. Sien die hoofstukIZIBHALO EZINGCWELE10 Izandla zabafazi abanemfesane zipheke abantwanana babo, Baba kukudla kwabo ekwaphukeni kwentombi yabantu bakowethu. Sien die hoofstukIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)10 Izandla zabafazi abanezibele zipekile ababo abantwana; baba kukudla kwabo embujisweni yentombi yabantu bam. Sien die hoofstukContemporary Xhosa Bible 202410 Izandla zomfazi onenceba ziseza abantwana; kukudla kwabo ekubhujisweni kwentombi yabantu bam. Sien die hoofstuk |