Aanlyn Bybel

- Advertensies -




Izililo 2:16 - IBHAYIBHILE

16 Uza kuba ngundaba-mlonyeni kwiintshaba zakho zonke, ziphoxise, zikunyevulele, zisithi: “Simginyile khona! Kunini silulindile olu suku! Salufumana, sada salubona.”

Sien die hoofstuk Kopieer

IZIBHALO EZINGCWELE

16 Zonke iintshaba zakho zikwakhamisela umlomo; Zenza umsondlo, zitshixizela amazinyo; zithi, Siyiginyile; Inene, yiyo le imini ebe siyithembile; siyifumene, siyibonile.

Sien die hoofstuk Kopieer

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

16 Zonke intshaba zako ziyakwakamela ngomlomo wazo; ziyenza amakwelo, ziyatshixiza ngamazinyo; ziti: Siyigqibile; okunene lo ungumhla siwukangeleyo; sesifumene, sesibonile.

Sien die hoofstuk Kopieer

Contemporary Xhosa Bible 2024

16 Zonke iintshaba zakho zikwakhamisela umlomo; babetha umlozi kwaye batshixizela amazinyo; bathi, Simdlile; ngenene le yimini ebesiyilindele; siyifumene, sayibona.

Sien die hoofstuk Kopieer




Izililo 2:16

Volg ons:

Advertensies


Advertensies