Aanlyn Bybel

- Advertensies -




Izililo 1:2 - IBHAYIBHILE

2 Uyangqukruleka elila ebusuku, izidlele zakhe zisihla iinyembezi. Kuzo zonke izithandwa zakhe akukho simthuthuzelayo; bonke abahlobo bakhe bamngcatshile, suka baziintshaba zakhe.

Sien die hoofstuk Kopieer

IZIBHALO EZINGCWELE

2 Ulila elilile ebusuku, iinyembezi zakhe zisezidleleni zakhe; Akanamthuthuzeli kuzo zonke izithandane zakhe; Onke amakholwane akhe ammenezelele, Aba lutshaba kuye.

Sien die hoofstuk Kopieer

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

2 Siyalila ngento enzima ebusuku, nenyembezi zaso zipezu kwezidlele zaso: akuko namnye ositutuzelayo pakati kwabo bonke abatandi baso; zonke izihlobo zaso zisipete ngenkohliso, ziba zintshaba kuso.

Sien die hoofstuk Kopieer

Contemporary Xhosa Bible 2024

2 Ulila kakhulu ebusuku, iinyembezi zakhe zisezidleleni zakhe; kuzo zonke izithandwa zakhe akukho mthuthuzeli; Bonke abahlobo bakhe bamngcatshile baza baba ziintshaba zakhe.

Sien die hoofstuk Kopieer




Izililo 1:2

Volg ons:

Advertensies


Advertensies