Izililo 4:15 - IZIBHALO EZINGCWELE15 Sukani, nantso inqambi! Kwatshiwo ukumenyezwa kubo. Sukani, sukani, musani ukuphatha! Bakùsaba, baphamzela nalapho, kwathiwa phakathi kweentlanga, Mabangaphindi baphambukele khona. Sien die hoofstukIBHAYIBHILE15 “Mkani; *nigqwalisekile!” batsho abantu kubo. “Sukani; sukani; ningakhe nilinge ukusondela kuthi!” Bakuba bebhacele ezintlangeni zona ziya kuthi ngabo: “Abanakuhlala apha.” Sien die hoofstukIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)15 Bamemeza kubo, besiti: Sukani, nina banco̔lileyo! sukani, sukani, ningacukumisi! Ngenyaniso bayabaleka, bayabadula; kutwa pakati kwezizwe: Abasayi kuhlala kona. Sien die hoofstukContemporary Xhosa Bible 202415 Bathi kuwo, Hambani; ayicocekanga; mkani, mkani, musani ukuphatha; ekubalekeni kwabo, babhadula ezintlangeni, bathi, Abayi kubuya baphambukele khona. Sien die hoofstuk |