Aanlyn Bybel

- Advertensies -




Izililo 4:1 - IZIBHALO EZINGCWELE

1 Yoo! Isuke igolide yaba mncumevu; isuke ecikizekileyo, elungileyo, yaba yeyimbi; Asuke aphalazwa amatye engcwele ekujikeni kwezitrato zonke.

Sien die hoofstuk Kopieer

IBHAYIBHILE

1 Awu! Igolide ilahlekene nobukhazikhazi; suka eyona-yona yagqola! Amatye exabiso angcwele athe saa ekungeneni kwesitalato ngasinye.

Sien die hoofstuk Kopieer

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

1 HAI ukuba mncumevu kwegolide! ukuguqulwa kwegolide entle! ukucitwa kwamatye endawo eyingcwele encameni yezitarate zonke!

Sien die hoofstuk Kopieer

Contemporary Xhosa Bible 2024

1 Hayi, ukuba mfiliba kwegolide! Hayi, ukuguquguquka kwegolide ecikizekileyo! amatye engcwele aphalazwe ezitratweni zonke.

Sien die hoofstuk Kopieer




Izililo 4:1

Volg ons:

Advertensies


Advertensies