Izililo 3:7 - IZIBHALO EZINGCWELE7 Úndibiyele ngeenxa zonke, andinakuphuma; uwenze aba nzima amakhamandela am obhedu. Sien die hoofstukIBHAYIBHILE7 Undibiyele macala onke ukuze ndingabi nakuphuma; undikhonxe ngamakhamandela obhedu andisindayo. Sien die hoofstukIncwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)7 Undibiyile ngamacala onke, ukuba ndingebe nako ukupuma: uwenze nzima umxokelelwane wam. Sien die hoofstukContemporary Xhosa Bible 20247 Undibiyele ngothango, ukuba ndingabi nakuphuma; Wayenza nzima ityathanga lam. Sien die hoofstuk |