Aanlyn Bybel

- Advertensies -




Izililo 1:9 - IZIBHALO EZINGCWELE

9 Ubunqambi bayo busezingutyeni zayo ezirhuqayo, ayilikhumbulelanga ikamva layo; Yehla ke ngokubalulekileyo; ayinamthuthuzeli; Ithi, Zikhangele, Yehova, iintsizi zam; ngokuba utshaba luzikhulisile.

Sien die hoofstuk Kopieer

IBHAYIBHILE

9 Ukungcola kwayo kunamathele kwizivatho zayo; ayilikhumbulelanga ikamva layo, kwaza kwakhwankqisa ukuwa kwayo. Akubangakho namnye uyithuthuzelayo. Ithi: “Awu, Ndikhoyo, bona iimbandezelo zam; kuba kaloku utshaba luyazigwagwisa.”

Sien die hoofstuk Kopieer

Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864 1902 (Xhosa Appleyard)

9 Ukunco̔la kwayo kusemasondweni engubo yayo; ayikumbulelanga ukupela kwayo; ngako yabisihla ngento engummangaliso; ibingenaye umtutuzeli. Kangela, Yehova! imbandezelwa yam; ngokuba utshaba luzenze lukulu.

Sien die hoofstuk Kopieer

Contemporary Xhosa Bible 2024

9 Ubunqambi bakhe busezingutyeni zakhe; akacingi ngekamva lakhe lokugqibela; ke ngoko, wemka ngendlela engaqhelekanga, engenamncedi. Yehova yibone inkxwaleko yam, ngokuba utshaba luzizukisile.

Sien die hoofstuk Kopieer




Izililo 1:9

Volg ons:

Advertensies


Advertensies